sisahleleleni (Ntokzin Remix)-文本歌词

sisahleleleni (Ntokzin Remix)-文本歌词

Bongeziwe Mabandla&Ntokzin
发行日期:

Asisakwaz’ ukuphika

Mingaph’ iminyaka

Sisenz’ intwenye

Kukho ixesha

Apho kumele samkele

Uba apha akusekho nto

Sisahleleleni na

Uba asonwabang’ apha

Ngaba yintoni na

Esigcin’ apha

Sisahleleleni na

Uba asonwabang’ apha

Ngaba yintoni na

Esigcin’ apha

Icacile akumele ndibe apha

Kukhona eny’ indawo

Ekumele ndibe kuyo

Icacile akumele ndibe apha

Kukhona eny’ indawo

Ekumele ndibe kuyo

Ekumele ndibe kuyo

Ekumele ndibe kuyo

Ekumele ndibe kuyo

Ekumele ndibe kuyo

Sisahleleleni na

Uba asonwabang’ apha

Ngaba yintoni na

Esigcin’ apha

Sisahleleleni na

Uba asonwabang’ apha

Ngaba yintoni na

Esigcin’ apha