soze (Ntokzin Remix)-文本歌词

soze (Ntokzin Remix)-文本歌词

Bongeziwe Mabandla&Ntokzin
发行日期:

Aha ha ha

Aha ha ha

Aha ha ha

Aha ha ha

Uthando ndalifundiswa nguwe

Abayaz’ ukuba wandenzelani

Ndithi xa ndisiwa

Ndiphakamiswa nguwe

Uthi kum nguwe, nguw’ ithemba lam

Ixesha ndiyahamba ngoku

Ndiyavuwa lihamba nami nawe

Izinto ziyafika zihambe

Umhlaba uyabafihla bonk’ abantu

Soze soze ndikulibale

Soze soze ndikulibale

Phambi koba lithsone ilanga

Mandibulele uThixo ngawe

Ixesha liyahamba ngoku

Kodwa ndiyavuya lihamba nami nawe

Lihamba nami nawe

Noba sendingekho kweli lizwe

Ndiwelelele kweliny’ icala

Olu thando soze luphele\t\t\t\t\t\t

Lona lelona phakade\t\t\t\t\t

Soze soze ndikulibale\t\t\t\t\t

Soze soze ndikulibale