thula (Lemon & Herb, KAARGO Remix)-文本歌词

thula (Lemon & Herb, KAARGO Remix)-文本歌词

Bongeziwe Mabandla&KAARGO&Lemon & Herb
发行日期:

Ndiyakhala mama

Ndikhalela wena

Ndifuna undithathe

Undibek’ es’fubeni sakho

Ndiyakhala mama

Ndikhalela wena

Ndifuna undithathe

Undibek’ es’fubeni sakho

Uthi thula

Thula sana lwam

Uthi thula

Thula sana lwam

Uthi thula

Thula sana lwam

Uthi thula

Thula sana lwam

Uyabona yophukile intliziyo

Ngoba ungakwaz’ ukwamkela

Konke endikuko

Bangandi f’lathela bonk’ abanye

Kodwa wena ndiyakudinga

Ngoba nguwe, nguwe, nguwe ilizwe lami

Ndiyakhala mama

Ndikhalela wena

Ndifuna undithathe

Undibek’ es’fubeni sakho

Ndiyakhala mama

Ndikhalela wena

Ndifuna undithathe

Undibek’ es’fubeni sakho

Uthi thula

Thula sana lwam

Uthi thula

Thula sana lwam

Uthi thula

Thula sana lwam

Uthi thula

Thula sana lwam